Nombuyiselo1
Disciple of Prayer
Ndicele umkhuleko kudede ubumnyama kuvele ukukhanya ishishini lam liyabeda imali iyihlali konke kundihambela kakubi ifirst born yam ina 31 years ayitholi msebenzi wonke umuntu ekhaya ujonge kum, imali ayingeni ndinamatyala amaninzi angazi noba ndiqale ngaphi na uNkulunkulu wenzile ndikubone Baba uBishop nge 15November 2016 on TV and ndiye ndayi record(a) iservice yakho the name alone God Never Fails iye yandibuyisela amandla Baba uBishop ndiyibonile imimangaliso abantu bachaza uNkulunkulu ubancede kanjani that's why I know God will answer my prayers through your ministry, ndinengane eyeke phakathi kwifirst year yakhe e### College kuba ndingena mali yokubatala the College still wants that outstanding money eyi### please Bishop pray for me and family obubumnyama budede ngegama likaJesu uKrestu aAmen
